2 Kumkani 7:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ukuba sithi, ‘Masingene esixekweni,’ ngoxa kukho indlala esixekweni,+ siza kufela apho. Ukuba sihlala apha, sihleli siza kufa kakade. Masiyokungena kwinkampu yamaSiriya. Ukuba ayasiyeka siphile, siza kuphila; kodwa ukuba ayasibulala, siza kufa.”
4 Ukuba sithi, ‘Masingene esixekweni,’ ngoxa kukho indlala esixekweni,+ siza kufela apho. Ukuba sihlala apha, sihleli siza kufa kakade. Masiyokungena kwinkampu yamaSiriya. Ukuba ayasiyeka siphile, siza kuphila; kodwa ukuba ayasibulala, siza kufa.”