-
2 Kumkani 7:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Ukufika kwala madoda aneqhenqa enkampini, angena kwenye intente, atya, asela. Athatha isilivere, igolide neempahla, ayokuzifihla. Abuya angena kwenye intente, athatha izinto ayokuzifihla.
-