-
2 Kumkani 7:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Ekugqibeleni athi: “Imbi le nto siyenzayo. Le yimini yeendaba ezimnandi! Ukuba sizigcina kuthi, silinde kude kuse, kuza kufuneka sohlwaywe. Masiyokuzichaza endlini kakumkani ezi ndaba.”
-