-
2 Kumkani 7:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 Ukumkani wabeka iphakathi awayelithembile ukuba ligade egeyithini, kodwa abantu balinyathela lafela apho, kanye njengokuba umntu kaThixo wokwenene wayetshilo kukumkani ngokuya wayehlile weza kuye.
-