-
2 Kumkani 7:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 Kodwa iphakathi lalithe kumntu kaThixo wokwenene: “Nokuba uYehova angavula igeyithi yezikhukula emazulwini, andiqondi ukuba ingenzeka loo nto.” Ke yena uElisha wathi: “Uza kuyibona ngawakho amehlo isenzeka, kodwa wena akukho kwanto oza kuyifumana.”
-