2 Kumkani 8:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UElisha wathi kumfazi awayemvusele unyana:+ “Hamba nosapho lwakho, uyokuhlala njengomntu wasemzini naphi na apho unokuhlala khona, kuba uYehova uthe kuza kubakho indlala elizweni,+ ibe iza kubakho iminyaka esixhenxe.”
8 UElisha wathi kumfazi awayemvusele unyana:+ “Hamba nosapho lwakho, uyokuhlala njengomntu wasemzini naphi na apho unokuhlala khona, kuba uYehova uthe kuza kubakho indlala elizweni,+ ibe iza kubakho iminyaka esixhenxe.”