-
2 Kumkani 8:5IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
5 Wathi esabalisela ukumkani indlela uElisha awavusa ngayo umntu ofileyo,+ kwafika laa mfazi wavuselwa unyana eze kucenga ukumkani ukuba abuyiselwe indlu yakhe nentsimi yakhe.+ Ngoko nangoko uGehazi wathi: “Nkosi yam kumkani, nanku lo mfazi bendithetha ngaye, nanku nalo nyana wakhe wavuswa nguElisha.”
-