2 Kumkani 8:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Xa uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya wayegula, uElisha weza eDamasko.+ Ngoko zafika ezindlebeni zikakumkani ezo ndaba, kusithiwa: “Ulapha umntu kaThixo wokwenene.”+
7 Xa uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya wayegula, uElisha weza eDamasko.+ Ngoko zafika ezindlebeni zikakumkani ezo ndaba, kusithiwa: “Ulapha umntu kaThixo wokwenene.”+