-
2 Kumkani 8:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 UHazayeli wamhlangabeza ephethe isipho, kwanto eyakha yantle eDamasko, izinto ezathwalwa ziinkamela eziyi-40. Wema phambi kwakhe, wathi: “Unyana wakho, uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya, undithume ukuba ndikubuze ndithi, ‘Ndiza kuphila na kwesi sifo?’”
-