2 Kumkani 8:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UHazayeli wathi: “Angathi umkhonzi wakho eyinja nje, enze into enkulu kangaka?” UElisha wathi: “UYehova undibonise ukuba wena uza kuba ngukumkani waseSiriya.”+
13 UHazayeli wathi: “Angathi umkhonzi wakho eyinja nje, enze into enkulu kangaka?” UElisha wathi: “UYehova undibonise ukuba wena uza kuba ngukumkani waseSiriya.”+