2 Kumkani 8:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kodwa ngemini elandelayo uHazayeli wathatha ilaphu, walithi nkxu emanzini, walibeka ebusweni bakhe, wamfuthanisela wafa.+ UHazayeli ke waba ngukumkani endaweni yakhe.+
15 Kodwa ngemini elandelayo uHazayeli wathatha ilaphu, walithi nkxu emanzini, walibeka ebusweni bakhe, wamfuthanisela wafa.+ UHazayeli ke waba ngukumkani endaweni yakhe.+