2 Kumkani 8:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UYehoram unyana kaKumkani uYehoshafati wakwaYuda waba ngukumkani+ ngonyaka wesihlanu kaYehoram+ unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, ngoxa uYehoshafati wayengukumkani kwaYuda.
16 UYehoram unyana kaKumkani uYehoshafati wakwaYuda waba ngukumkani+ ngonyaka wesihlanu kaYehoram+ unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, ngoxa uYehoshafati wayengukumkani kwaYuda.