2 Kumkani 8:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Wenza izinto ezazisenziwa ngookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengokuba benzayo abendlu ka-Ahabhi,+ kuba watshata intombi ka-Ahabhi,+ yaye waqhubeka esenza izinto ezimbi emehlweni kaYehova.+
18 Wenza izinto ezazisenziwa ngookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengokuba benzayo abendlu ka-Ahabhi,+ kuba watshata intombi ka-Ahabhi,+ yaye waqhubeka esenza izinto ezimbi emehlweni kaYehova.+