2 Kumkani 8:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa ngenxa yomkhonzi wakhe uDavide, uYehova akazange afune ukumtshabalalisa uYuda,+ kuba wayethembise ukuba uza kuhlala enika uDavide noonyana bakhe isibane.+
19 Kodwa ngenxa yomkhonzi wakhe uDavide, uYehova akazange afune ukumtshabalalisa uYuda,+ kuba wayethembise ukuba uza kuhlala enika uDavide noonyana bakhe isibane.+