-
2 Kumkani 8:21IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
21 Ngoko ke, uYehoram waya eTsahira kunye nazo zonke iinqwelo zakhe, wavuka ngobusuku waxabela amaEdom awayemngqongile neenkumanda zeenqwelo, aza amajoni abalekela ezintenteni zawo.
-