2 Kumkani 8:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 UAhaziya wayeneminyaka eyi-22 ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula unyaka omnye eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguAtaliya+ umzukulwana* kaKumkani uOmri+ wakwaSirayeli.
26 UAhaziya wayeneminyaka eyi-22 ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula unyaka omnye eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguAtaliya+ umzukulwana* kaKumkani uOmri+ wakwaSirayeli.