2 Kumkani 8:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Wenza izinto ezazisenziwa yindlu ka-Ahabhi,+ waqhubeka esenza izinto ezimbi emehlweni kaYehova njengendlu ka-Ahabhi, kuba wayezalana nendlu ka-Ahabhi ngomtshato.+
27 Wenza izinto ezazisenziwa yindlu ka-Ahabhi,+ waqhubeka esenza izinto ezimbi emehlweni kaYehova njengendlu ka-Ahabhi, kuba wayezalana nendlu ka-Ahabhi ngomtshato.+