2 Kumkani 9:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ukufika kwakho apho uze ukhangele uYehu+ unyana kaYehoshafati unyana kaNimshi; umele ungene ummise phakathi kwabantakwabo, uze umse kwelona gumbi lingaphakathi.
2 Ukufika kwakho apho uze ukhangele uYehu+ unyana kaYehoshafati unyana kaNimshi; umele ungene ummise phakathi kwabantakwabo, uze umse kwelona gumbi lingaphakathi.