2 Kumkani 9:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Yonke indlu ka-Ahabhi iza kutshabalala; ndiza kutshabalalisa wonke umntu oyindoda* kwa-Ahabhi, kunye nabo bangenakuzinceda nabangenamandla kwaSirayeli.+
8 Yonke indlu ka-Ahabhi iza kutshabalala; ndiza kutshabalalisa wonke umntu oyindoda* kwa-Ahabhi, kunye nabo bangenakuzinceda nabangenamandla kwaSirayeli.+