-
2 Kumkani 9:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 Njengoko unogada wayemi kwinqaba yaseYizereli, wabona igquba lamadoda lisiza lihamba noYehu. Ngoko nangoko wathi: “Ndibona igquba lamadoda.” UYehoram wathi: “Thumela ijoni lihambe ngehashe liyokuwahlangabeza, lithi kuwo, ‘Niza ngoxolo na?’”
-