2 Kumkani 9:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 UYehu wajonga phezulu efestileni wathi: “Ngubani ongakum? Ngubani?”+ Ngoko nangoko amagosa endlu kakumkani amabini okanye amathathu ajonga kuye ezantsi.
32 UYehu wajonga phezulu efestileni wathi: “Ngubani ongakum? Ngubani?”+ Ngoko nangoko amagosa endlu kakumkani amabini okanye amathathu ajonga kuye ezantsi.