2 Kumkani 9:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Xa babuyayo bezokumxelela, wathi: “Oku kukuzaliseka kwelizwi likaYehova+ elathethwa ngumkhonzi wakhe uEliya umTishbhi, esithi, ‘Izinja ziza kuyitya inyama kaIzebhele kwisiqwenga somhlaba waseYizereli.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:36 UYeremiya, iphe. 120-121
36 Xa babuyayo bezokumxelela, wathi: “Oku kukuzaliseka kwelizwi likaYehova+ elathethwa ngumkhonzi wakhe uEliya umTishbhi, esithi, ‘Izinja ziza kuyitya inyama kaIzebhele kwisiqwenga somhlaba waseYizereli.+