2 Kumkani 10:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UAhabhi+ wayenoonyana abayi-70 abaseSamariya. Ngoko uYehu wabhala iileta wazithumela eSamariya kwiinkosana zaseYizereli, kubadala+ nakwabo babehoye abantwana baka-Ahabhi,* esithi:
10 UAhabhi+ wayenoonyana abayi-70 abaseSamariya. Ngoko uYehu wabhala iileta wazithumela eSamariya kwiinkosana zaseYizereli, kubadala+ nakwabo babehoye abantwana baka-Ahabhi,* esithi: