2 Kumkani 10:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Emva koko wathi: “Hamba nam uze ubone indlela endingamnyamezeli ngayo umntu olutshaba lukaYehova.”+ Bamhambisa naye enqwelweni yakhe yokulwa.
16 Emva koko wathi: “Hamba nam uze ubone indlela endingamnyamezeli ngayo umntu olutshaba lukaYehova.”+ Bamhambisa naye enqwelweni yakhe yokulwa.