19 Ngoko ndibizeleni bonke abaprofeti bakaBhahali,+ bonke abakhonzi bakhe nabo bonke ababingeleli bakhe.+ Makungasali namnye, kuba ndinombingelelo omkhulu kaBhahali. Nabani na ongekhoyo uza kufa.” UYehu wayepheka iqhinga lokubatshabalalisa abakhonzi bakaBhahali.