-
2 Kumkani 10:24IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
24 Ekugqibeleni bangena ukuze benze imibingelelo neminikelo etshiswayo. UYehu wayemise amadoda akhe ayi-80 ngaphandle waza wathi: “Ukuba kukhe kwaqhwesha nabani na kwaba bantu ndibabeke ezandleni zenu, kuza kufa nina endaweni yakhe.”
-