2 Kumkani 10:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Kodwa uYehu akazange ayeke ukwenza izono zikaYerobhoham unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli, ngokwenza amathole egolide awayeseBheteli nakwaDan.+ 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:29 IMboniselo,11/15/2011, iphe. 5
29 Kodwa uYehu akazange ayeke ukwenza izono zikaYerobhoham unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli, ngokwenza amathole egolide awayeseBheteli nakwaDan.+