2 Kumkani 10:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ngenxa yaloo nto uYehova wathi kuYehu: “Kuba uye wenza okuhle emehlweni am, waza wenza yonke into ebifuna ukwenziwa yintliziyo yam kwindlu ka-Ahabhi,+ izizukulwana ezine zoonyana bakho ziza kuhlala etroneni yakwaSirayeli.”+
30 Ngenxa yaloo nto uYehova wathi kuYehu: “Kuba uye wenza okuhle emehlweni am, waza wenza yonke into ebifuna ukwenziwa yintliziyo yam kwindlu ka-Ahabhi,+ izizukulwana ezine zoonyana bakho ziza kuhlala etroneni yakwaSirayeli.”+