2 Kumkani 10:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Ngaloo mihla uYehova wawatshabalalisa* kancinci kancinci amaSirayeli. UHazayeli waqhubeka ewahlasela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,+
32 Ngaloo mihla uYehova wawatshabalalisa* kancinci kancinci amaSirayeli. UHazayeli waqhubeka ewahlasela kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,+