2 Kumkani 11:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Iintloko zamakhulu+ zenza ngendlela aziyalele ngayo uYehoyada umbingeleli. Nganye yathatha amadoda ayo awayesebenza ngeSabatha, kunye nalawo ayengasebenzi ngeSabatha, yeza kuYehoyada+ umbingeleli.
9 Iintloko zamakhulu+ zenza ngendlela aziyalele ngayo uYehoyada umbingeleli. Nganye yathatha amadoda ayo awayesebenza ngeSabatha, kunye nalawo ayengasebenzi ngeSabatha, yeza kuYehoyada+ umbingeleli.