2 Kumkani 11:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UYehoyada wamkhupha unyana kakumkani,+ wamthwalisa isithsaba, wambeka neSingqino,*+ bamenza ukumkani baza bamthambisa. Baqhwaba izandla besithi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+
12 UYehoyada wamkhupha unyana kakumkani,+ wamthwalisa isithsaba, wambeka neSingqino,*+ bamenza ukumkani baza bamthambisa. Baqhwaba izandla besithi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+