15 Kodwa uYehoyada umbingeleli wayalela iintloko zamakhulu,+ ezo zimiselwe ukuphatha umkhosi, esithi: “Mkhupheni phakathi kwenu, futhi ukuba kukho nabani na omlandelayo, mbulaleni ngekrele!” Kuba umbingeleli wayethe: “Ningambulaleli endlini kaYehova.”