2 Kumkani 11:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Emva koko, uYehoyada wenza isivumelwano phakathi kukaYehova nokumkani nabantu,+ sokuba babeza kuhlala bengabantu bakaYehova, wenza nesivumelwano phakathi kukakumkani nabantu.+
17 Emva koko, uYehoyada wenza isivumelwano phakathi kukaYehova nokumkani nabantu,+ sokuba babeza kuhlala bengabantu bakaYehova, wenza nesivumelwano phakathi kukakumkani nabantu.+