18 Bonke abantu belizwe beza endlini kaBhahali, bazidiliza izibingelelo zakhe, bayikroboza yaziingceba+ imifanekiso yakhe,+ noMatan umbingeleli kaBhahali bambulalela+ phambi kwezibingelelo.
Emva koko, umbingeleli wamisela abantu abaza kuphatha endlini kaYehova.+