19 Wathatha iintloko zamakhulu,+ oonogada bamaKariya, oonogada bendlu kakumkani,+ nabo bonke abantu belizwe, ukuze bakhaphe ukumkani ukusuka endlini kaYehova ukuya endlini kakumkani, behamba ngendlela yegeyithi yoonogada bendlu kakumkani. Ukumkani wafika wahlala etroneni yookumkani.+