2 Kumkani 12:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngonyaka wesixhenxe kaYehu,+ uYehowashe+ waba ngukumkani, waza walawula iminyaka eyi-40 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguTsibhiya waseBher-shebha.+
12 Ngonyaka wesixhenxe kaYehu,+ uYehowashe+ waba ngukumkani, waza walawula iminyaka eyi-40 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguTsibhiya waseBher-shebha.+