2 Kumkani 12:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Babengabuzi zinto zininzi kumadoda ababeyinika wona imali ukuba ayinike abasebenzi, kuba babewathemba.+
15 Babengabuzi zinto zininzi kumadoda ababeyinika wona imali ukuba ayinike abasebenzi, kuba babewathemba.+