2 Kumkani 12:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Waxatyelwa nguYozakare unyana kaShimeyati noYehozabhadi unyana kaShomere, izicaka zakhe, wafa.+ Bamngcwaba nookhokho bakhe kwisiXeko SikaDavide, waza uAmatsiya unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.+
21 Waxatyelwa nguYozakare unyana kaShimeyati noYehozabhadi unyana kaShomere, izicaka zakhe, wafa.+ Bamngcwaba nookhokho bakhe kwisiXeko SikaDavide, waza uAmatsiya unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.+