2 Kumkani 13:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngoko uSirayeli wamcaphukisa kakhulu uYehova,+ kangangokuba wamnikela kuKumkani uHazayeli+ waseSiriya nakuBhen-hadadi+ unyana kaHazayeli yonke imihla yakhe.
3 Ngoko uSirayeli wamcaphukisa kakhulu uYehova,+ kangangokuba wamnikela kuKumkani uHazayeli+ waseSiriya nakuBhen-hadadi+ unyana kaHazayeli yonke imihla yakhe.