2 Kumkani 13:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ethubeni, uYehowahazi wamcenga uYehova,* waza uYehova wammamela, kuba wayeyibonile indlela ukumkani waseSiriya awayemcinezele ngayo uSirayeli.+
4 Ethubeni, uYehowahazi wamcenga uYehova,* waza uYehova wammamela, kuba wayeyibonile indlela ukumkani waseSiriya awayemcinezele ngayo uSirayeli.+