2 Kumkani 13:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UYehowahazi wasala nomkhosi wabakhweli-mahashe abayi-50, iinqwelo eziyi-10 namajoni ahamba ngeenyawo ayi-10 000, kuba ukumkani waseSiriya wayewatshabalalisile amanye,+ ewanyathela njengothuli lwaxa kubhulwa.+
7 UYehowahazi wasala nomkhosi wabakhweli-mahashe abayi-50, iinqwelo eziyi-10 namajoni ahamba ngeenyawo ayi-10 000, kuba ukumkani waseSiriya wayewatshabalalisile amanye,+ ewanyathela njengothuli lwaxa kubhulwa.+