2 Kumkani 13:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Emva koko uElisha wafa waza wangcwatywa. Kwakukho amajoni angabaphangi akwaMowabhi+ awayedla ngokuza kwelo lizwe ekuqaleni konyaka.*
20 Emva koko uElisha wafa waza wangcwatywa. Kwakukho amajoni angabaphangi akwaMowabhi+ awayedla ngokuza kwelo lizwe ekuqaleni konyaka.*