2 Kumkani 14:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngonyaka wesibini kaYehowashe+ unyana kaYehowahazi ukumkani wakwaSirayeli, uAmatsiya unyana kaKumkani uYehowashe wakwaYuda waba ngukumkani.
14 Ngonyaka wesibini kaYehowashe+ unyana kaYehowahazi ukumkani wakwaSirayeli, uAmatsiya unyana kaKumkani uYehowashe wakwaYuda waba ngukumkani.