2 Kumkani 14:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Waxabela amadoda amaEdom+ ayi-10 000 kwiNtlambo YeTyiwa,+ wathimba iSela emfazweni,+ yaza yabizwa ngokuba yiYoketeli, ibe iseyiyo nanamhlanje.
7 Waxabela amadoda amaEdom+ ayi-10 000 kwiNtlambo YeTyiwa,+ wathimba iSela emfazweni,+ yaza yabizwa ngokuba yiYoketeli, ibe iseyiyo nanamhlanje.