2 Kumkani 14:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bathatha uAzariya,*+ owayeneminyaka eyi-16,+ bamenza ukumkani endaweni katata wakhe uAmatsiya.+
21 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bathatha uAzariya,*+ owayeneminyaka eyi-16,+ bamenza ukumkani endaweni katata wakhe uAmatsiya.+