2 Kumkani 14:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngonyaka we-15 ka-Amatsiya unyana kaYehowashe ukumkani wakwaYuda, uYerobhoham+ unyana kaKumkani uYehowashe wakwaSirayeli waba ngukumkani eSamariya, ibe walawula iminyaka eyi-41. 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:23 “Sonke ISibhalo”, iphe. 153
23 Ngonyaka we-15 ka-Amatsiya unyana kaYehowashe ukumkani wakwaYuda, uYerobhoham+ unyana kaKumkani uYehowashe wakwaSirayeli waba ngukumkani eSamariya, ibe walawula iminyaka eyi-41.