2 Kumkani 14:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kaloku uYehova wayeyibonile intlungu kaSirayeli.+ Kwakungekho mntu ushiyekileyo wokunceda uSirayeli, kungekho kwanongenakuzinceda okanye ongenamandla.
26 Kaloku uYehova wayeyibonile intlungu kaSirayeli.+ Kwakungekho mntu ushiyekileyo wokunceda uSirayeli, kungekho kwanongenakuzinceda okanye ongenamandla.