2 Kumkani 14:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Enye imbali kaYerobhoham, zonke izinto awazenzayo, amandla akhe, indlela awalwa ngayo nendlela awabuyisela ngayo iDamasko+ neHamati+ kuYuda kwaSirayeli, azibhalwanga na encwadini yembali yamaxesha ookumkani bakwaSirayeli?
28 Enye imbali kaYerobhoham, zonke izinto awazenzayo, amandla akhe, indlela awalwa ngayo nendlela awabuyisela ngayo iDamasko+ neHamati+ kuYuda kwaSirayeli, azibhalwanga na encwadini yembali yamaxesha ookumkani bakwaSirayeli?