-
2 Kumkani 15:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 Wayeneminyaka eyi-16 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-52 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguYekoliya waseYerusalem.
-