2 Kumkani 15:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UAzariya walala kookhokho bakhe,+ bamngcwaba nookhokho bakhe kwisiXeko SikaDavide; yaye uYotham unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.
7 UAzariya walala kookhokho bakhe,+ bamngcwaba nookhokho bakhe kwisiXeko SikaDavide; yaye uYotham unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.